Toptube Video Search Engine



Title:Pzho TKG Grateful feat mama Thoko Ntshinga
Duration:04:25
Viewed:8,991
Published:18-02-2023
Source:Youtube

LYRICS Universe, thank you for another day tho ndilibal'uk'thandaza sometimes I forget to pray/ Feel like I could run away but once ndacinga ndicingisise there is another way/ Ndikholwa kwabalele so so xa bendifikel'emaphupheni bathi ungakhazeki/ Kusazofik'izinto kusazofika nenkqwithela apha uzuqine ungaphaphatheki/ Kusazofika abantu abafana noMamtipha ooThokozile ungatatazeli/ Xa befunx'izinto besel'amanz'angendawo ungasondeli ungachaphazeleki/ Xa bephul'umthetho uzuvalamehlo ei ungagaxeleki/ Luzakuvuleka olwacango wakungena abangasemva uzungabavaleli/ Uzakulungelwa ube kodwa abasele ezantsi uzungabathufeli/ Ungathathi konke ungashiyi kwanto hlala esphakathini usame ukuba fair/



SHARE TO YOUR FRIENDS


Download Server 1


DOWNLOAD MP4

Download Server 2


DOWNLOAD MP4

Alternative Download :